cairo cpt yonkinto (feat. minollar) şarkı sözleri

Yebo Andalinto Ubomi bunzima Akulungi lutho Yebo Andalinto Intlupheko igcwele Usizi lubhalwe emehlweni Kepha Uthixo unendlela yakhe Eyokuphakamisa Athi bonke ababehleba ngawe Yena abadanise Ndithi Uthixo unendlela yakhe Eyokuphakamisa Athi bonke ababehleba ngawe Yena abadanise Kodwa yonkinto Inexesha layo Ngoba uthixo Unenjongo ngawe Ewe yonkinto Inexesha layo Ngoba uthixo Unenjongo ngawe Hay si online baba woza U Cairo umngani wethu Wangena uMinollar Yebo Andalinto Ubomi bunzima Akulungi lutho Yebo Andalinto Intlupheko igcwele Usizi lubhalwe emehlweni Kepha Uthixo unendlela yakhe Eyokuphakamisa Athi bonke ababehleba ngawe Yena abadanise Kodwa yonkinto Inexesha layo Ngoba uthixo Unenjongo ngawe Yiza baba
Sanatçı: Cairo Cpt
Türü: Belirtilmemiş
Ajans/Yapımcı: Belirtilmemiş
Şarkı Süresi: 4:06
Toplam: kayıtlı şarkı sözü
Cairo Cpt hakkında bilgi girilmemiş.

Fotoğrafı