c'kwenc ndiphum' emdantsane şarkı sözleri
Xa bendibuza ndiphuma phi
Ndiphum eMdantsane
I'll make it to the top
Mfanakithi asoze ndicame
Kudala ndikhuthuka
Ndigudla ndisiwa
Hlale ndinyamezele
Ekugqibeleni ndizokwaziwa
Ndizophumelela inde lendlela ina meva
Ndihlale ndibaxelela kodwa benzingathi abeva
Bathi abayaziyo kunzima kodwa ndizo tshela
Ndihlale ndisebenza inkunzi kunyamezela
Molweni bahlali
Ndingu Chulumanco Mlamli
Ndizazisa nge gama ne fani Ngoba ndifuna ndindazi ukuba ndingubani
Ndizalelwe eMdantsane andinaz ilali
Kodwa bendikhe ndiye kulo Tata ePhumlani uTa Pro ebesaziwa eMdantsane
Ebeyiclarke espana eMakhiwane
Nje ngomntu wonke ndithwele ubunzima
Heyi kunzima
Ngezinye imini ndiye ndibe nabo nobu vila
Kodwa ndisa phila and andizo dinwa
Ngoba ekhaya ndiyi ntsika
Ontanga bam baya wina nelam ixesha lizo fika
Njengba bendi tshilo lendlela iyahlaba ina meva
Apha ebomini kwenzeka izinto Ongenokwazi ukuzinceda
Bendise Rhawutini esikolweni
Nangoku bakumelba ndiya Greda nge lishwa kulama xesha siphila kuwo
Imali ithandwa ukusibetha yeah
Kodwa noba kuthwani ndizofa ndizama
Ndikude kakhulu andinobasa ncama
Kubo bonke abantu ndibulela umama
Uthando andinike lona aluna magama
Umculo ndiyawu phila kwaye ndiyawu thanda
Ndiqale ngo bhala ngoku ndiya khanda iminqweno yam ndizakuyifumana ilizwe lonke lizo yazi lentwana
Xa bendibuza ndiphuma phi
Ndiphum eMdantsane
I'll make it to the top
Mfanakithi asoze ndicame
Kudala ndikhuthuka
Ndigudla ndisiwa
Hlale ndinyamezele
Ekugqibeleni ndizokwaziwa
Ndizophumelela inde lendlela ina meva
Ndihlale ndibaxelela kodwa benzingathi abeva
Bathi abayaziyo kunzima kodwa ndizo tshela
Ndihlale ndisebenza inkunzi kunyamezela
Xa bendibuza ndiphuma phi
Ndiphum eMdantsane
I'll make it to the top
Mfanakithi asoze ndicame
Kudala ndikhuthuka
Ndigudla ndisiwa
Hlale ndinyamezele
Ekugqibeleni ndizokwaziwa
Ndizophumelela inde lendlela ina meva
Ndihlale ndibaxelela kodwa benzingathi abeva
Bathi abayaziyo kunzima kodwa ndizo tshela
Ndihlale ndisebenza inkunzi kunyamezela
Ungatyafi amathuba maninzi uzophumelela ngenye imini
Suba mamela noba bathini
Kamnandi uyazazi into zase lokishini
Mna ndibulela ngazo zozibini
Kuba ndesenaye umzali apha endlin
Ndayi thengelwa nguye leJean
Kunye noku kutya kularha esuswini
Inde lendlela kodwa ndizoyi mela
Ba vali ndlela kodwa ndizo ngena
Ndizo nyamezela ndizo phumelela
Ndizoba liqhawe nje ngo Mandela
Naba abaxhaga bezamundakhela
Bayeke bazame akhonto bazoyenza
Xa bendibuza ndiphuma phi
Ndiphum eMdantsane
I'll make it to the top
Mfanakithi asoze ndicame
Kudala ndikhuthuka
Ndigudla ndisiwa
Hlale ndinyamezele
Ekugqibeleni ndizokwaziwa
Ndizophumelela inde lendlela ina meva
Ndihlale ndibaxelela kodwa benzingathi abeva
Bathi abayaziyo kunzima kodwa ndizo tshela
Ndihlale ndisebenza inkunzi kunyamezela
Mfanakithi asoze ndicame Kudala ndikhuthuka ndigudla ndisiwa
Ndihlale ndinyamezele Ekugqibeleni ndizokwaziwa
Ndizo phumelela inde lendlela ina meva