elgod naledi gatsura şarkı sözleri
Iiiiiiiiiiii Yehe e
Intando yakho mayenzeke
Iiiiiiiiiii Yenzeke
Intando yakho mayenzeke
Intando yakho mayenzeke apha emhlabeni, njengoko kusezi
Coz we are 'bout to run with Gods
Uuh! Run
We've gots to run with Gods
Uuh! Run
We've gots to run
We've gots to run
We've gots to run
We've gots
Chuma mhlaba nam undondle
Mayine lemvula nam ndihlambeke, ndibemhle
Engqondweni nam mandondleke, mandondleke
Chuma mhlaba nam undondle
Mayine lemvula nam ndihlambeke ndibemhle
Engqondweni nam mandondleke, mandondleke
Lomhlaba, ayingowethu, bes'dlula ngendlela
Baph'na 'bant'balaph', Baph'na 'bantu
Baph'na bant' balapha
Baph'na bantu, baph'na bantu
Lomhlaba ayingowabo, bebedlula ngendlela
Kukude apho sisuka khona
Lomhlaba siwazi uk'suka nokuhla
Lomhlaba ayingowethu, bes'dlula ngendlela
Coz we are 'bout to run with Gods
Uuh! Run
We've gots to run with Gods
Uuh! Run
We've gots to run
We've gots to run
We've gots to run
We've gots
Intando yakho mayenzeke apha emhlabeni
Njengoko kusezintliziyweni zabantwana bakho
Zabantwana bakho, zabantwana bakho
Intando yakho mayenzeke
Intando yakho mayenzeke
Intando yakho mayenzeke apha emhlabeni
Njengoko kusezintliziyweni zabantwana bakho
Zabantwana bakho, zabantwana bakho
Run, run, run, run, run
Run, run, run, run, run
Run, run, run, run, run
Run, run, run, run, run

