geeloum ngonyama şarkı sözleri

Nam andithand 'ubangu number one (Itosi iyandkhomba) Nd'yakhumbulu mama end'khuza ethi jozi liyamosha Then I started sipping lean zonk'ikomityi zangcola Oledi labhomba eskolweni ndalova Ndandi record'ana nengoma kwelihlathi ndiyi lion Nd'yakhumbulu mama end'khuza ethi jozi liyamosha Then I started sipping lean zonk'ikomityi zangcola Oledi labhomba eskolweni ndalova Ndandi record'ana nengoma kwelihlathi ndiyi lion Ayo billabong kwedin yigazolo Ungabuz' ilali ya uGeeloum yilandoda Ubuzu bhut'Xola uzokxelela nge mango Shoutout to my family my slimes danko TYC on the beat So it's capish my niggas pull up they don't tweet They bring the heat y'all cap got no facts No strap got no cash Y'all wack got no swag resta bafwethu Jozi liyamosha Zonk'ikomityi zangcola Labhomba ibillabong eskolen ngyalova Nd'yakhumbulu mama end'khuza ethi jozi liyamosha Then I started sipping lean zonk'ikomityi zangcola Oledi labhomba eskolweni ndalova Ndandi record'ana nengoma kwelihlathi ndiyi lion Nd'yakhumbulu mama end'khuza ethi jozi liyamosha Then I started sipping lean zonk'ikomityi zangcola Oledi labhomba eskolweni ndalova Ndandi record'ana nengoma kwelihlathi ndiyi lion Qho qho qho e'gamin All my songs is goals goals goals and I'm winning I don't need to pose cause I got the image (Qho) Y'all niggas is trash b Yes I got the emails If shawty a ten then she prolly in the DM's I always go for the bitches niggas fear Niggaz got no sauce so they never interfere All my competition I just leave em in the rear for real Jozi liyamosha Billabong yancola Nalenale billabong eskoleni ngyalova Nam andithand uba ngu number 1 (Itosi iyandkhomba) Nd'yakhumbulu mama end'khuza ethi jozi liyamosha Then I started sipping lean zonk'ikomityi zangcola Oledi labhomba eskolweni ndalova Ndandi record'ana nengoma kwelihlathi ndiyi lion Nd'yakhumbulu mama end'khuza ethi Jozi liyamosha Then I started sipping lean zonk'ikomityi zangcola Oledi labhomba eskolweni ndalova Ndandi record'ana nengoma kwelihlathi ndiyi lion Jozi liyamosha Billabong yancola Nalenale billabong eskoleni ngyalova
Sanatçı: Geeloum
Türü: Belirtilmemiş
Ajans/Yapımcı: Belirtilmemiş
Şarkı Süresi: 3:09
Toplam: kayıtlı şarkı sözü
Geeloum hakkında bilgi girilmemiş.

Fotoğrafı