harrison crump isikhalo the cry şarkı sözleri
Bethwa Nguwe, Bethwa Nguwe.......
Ndidikiwe ukungonjwa Nguwe, Ubethwa Nguwe, Uxhatshazwa nguwe..........
Mna ndizoyibhala lengoma
Live ilizwe ngendlela ondihlupha ngayo
Bayazi ngendlela ondibetha ngayo.....,
Ndidikiwe ungonjwa nguwe, Ubethwa nguwe, Uxhatshazwa nguwe.....
Mna ndizoyibhala lengoma
Live ilizwe ngendlela ondihlupha ngayo
Bayazi ngendlela ondibetha ngayo...
Nnidikiwe ungonjwa ....
Yeah, yeah, yeah...
Andinawo( this word was omitted) amandla wakho,
Endinawo ngawobhala lengoma.....
Andinawo amandla wakho,
Endinawo ngawobhala lengoma......