ifani ifani -mlandeli wam şarkı sözleri

Wena Wawundithanda wena wawundithanda kakhulu wena Wawundi TRUSTa wena wawungandi thandabuzi Wena Wawundithanda nyhani nda Kuphul intliziyo Ndak'khuph' isimilo Was'khuph' isililo nda Phinda ndak'phul' intliziyo Wathi enough Waz'thatha zonke ezakho wajonga le Waz'thatha nezi bendisithi zezam najonga le Ngoku andinanto Andinamntu Ndiyahlupheka, ndiyahluleka But indoda iyaqina Iyanyamezela Ngok' ihlupheka, ihluleka Wawundithanda Undibiz' amagama Wawundithanda undibiz' amagama ungumlandeli wami Mlandeli wam Mlandeli wam Mlandeli wami Wawungumlandeli wami Mlandeli wam Wawunguye Ndiya understand ixesha ligqithile Nomakhulu babantu bafile Wawuzithand' iiJokes zam Usithi zik'hlekisa kamnandi Und'biza uDali Andikalibali Ngoku ingathi libali Ingathi libali Ndiyahlupheka, ndiyahluleka But indoda iyaqina Iyanyamezela Ngok' ihlupheka, ihluleka Wawundithanda Undibiz' amagama Wawundithanda undibiz' amagama ungumlandeli wami Mlandeli wam Mlandeli wam Mlandeli wami Wawungumlandeli wami Mlandeli wam Wawundibiz' amagama Mlandeli wam Mlandeli wam Ndifun' ukuxelel' ukuba na ndizokhula ndikhule ke Ndikhule ndikhule ke Ndiyafunga ndizodlula, ndiyafunga ndizodlula Ndizokhula ndikhululeke Ndizokhula ndikhule ke Khule ndikhule ke Ndiyafunga ndizodlula, ndiyafunga ndizodlula Ndizokhula ndikhululeke Ndizokhula ndikhule ke Ndikhule ndikhule ke Ndiyafunga ndizodlula, ndiyafunga ndizodlula Ndizokhula ndikhululeke Mlandeli wam
Sanatçı: Ifani
Türü: Belirtilmemiş
Ajans/Yapımcı: Belirtilmemiş
Şarkı Süresi: 3:16
Toplam: kayıtlı şarkı sözü
Ifani hakkında bilgi girilmemiş.

Fotoğrafı