inga ndithanda wena şarkı sözleri
Naw' uyazi
Thanda wena
Naw' uyaz
Baby yazi xa ndibona wena ndiyonwaba
Intliziyo ibetha ngeny' indlela
Amehlo wam abona wena wedwa qha
Intliziyo yam ibethela wena wedwa qha
Baby kuba rough xa ndingakuboni
Kuba tough nyan' and'xoki
I never get enough of you my baby
Nyani ndithanda wena, wena wedwa
Kway' uyazi amehlo abona wena!
Ndithanda wena, naw' uyazi baby ndikhetha wena
Ndifuna wena, naw' uyazi baby ndikhetha wena

Wenza intliziyo yam, ibeth' ingayeki Oh, wena ububomi bam
Ndizokuthanda ndingayeki oh Sithandwa sam, uzungandiyeki
Nyani ndithanda wena, wena wedwa
Kwaye uyaz amehlo abona wena
Ndithanda wena, naw' uyazi baby ndikhetha wena
Ndifuna wena, (wena wedwa) naw' uyazi baby ndikhetha wena
Ndithanda wena, (wena wedwa) naw' uyazi baby ndikhetha wena