inkosi uteespa ixesha şarkı sözleri
Isekwa ndim still
Teespa Major Waley
Jonga jonga
Ndithe nditheza kemna
Ndabona yena lona
Ntliziyo ibetha yona
Ndamhlangabeza kodwa
Ndazam uthetha kemna
Magama emnka wona
Ndacel ixesha lona
Wathi andizulenza lona
Ndithe nditheza kemna
Ndabona yena lona
Ntliziyo ibetha yona
Ndamhlangabeza kodwa
Ndazam uthetha kemna
Magama emnka wona
Ndacel ixesha lona
Wathi andizule
Ubuhle bakho buyandisokolisa
Funu thetha nawe but I'm scared it's hopeless
Inkangeleko yakho man it is making me nervous
You got that african booty and that skin is chocolate
Mhle nyani she's gorgeous
Ndaqweba amandla I'm going in
Ndathi Hi wandithi ntshoo ey
Ndaceli gama wathi yhoo
Lord please ndicela amagama
Umlomo womile ndiziva ndiligwala
Losisi uyaphoxa xandizama
Wath I'm so sweet akandinika ne number
Ndithe nditheza kemna
Ndabona yena lona
Ntliziyo ibetha yona
Ndamhlangabeza kodwa
Ndazama uthetha kemna
Magama emnka wona
Ndacel ixesha lona
Wathi andizulenza lona
I was hoping we could fine dine
But my kind doesnt get time around her
Maybe send a text and reply
Wathi bhuti I don't date no sweet guys neh
I was hoping we could fine dine
But my kind doesnt get time around her
Maybe send a text and reply
Wathi bhuti I don't date no sweet guys neh
Mhle nyani she's gorgeous
Ndaqweba amandla I'm going in
Ndathi Hi wandithi ntshoo ey
Ndaceli gama wathi yhoo
Ubuhle bakho buyandisokolisa
My kind doesnt get time around here
Ubuhle bakho buyandisokolisa
Wathi bhuti I don't date no sweet guys neh
Ndithe nditheza kemna
Ndabona yena lona
Ntliziyo ibetha yona
Ndamhlangabeza kodwa
Ndazam uthetha kemna
Magama emnka wona
Ndaceli xesha lona
Wathi andizulenza lona
Ndithe nditheza kemna
Ndabona yena lona
Ntliziyo ibetha yona
Ndamhlangabeza kodwa
Ndazam uthetha kemna
Magama emnka wona
Ndacel ixesha lona
Wathi andizule