naimah uyandonwabisa şarkı sözleri

Xandijonga wena dali, Yho! Ntliziyo yam'iyathokoza Nana Xandijonga wena dali, Yho! Ntliziyo yam'iyathokoza Nana cwufani nabanye, awufani nabanye Yandonwabisa Mama cwufani nabanye, fani nabanye Yandonwabisa Mama Uyikumkanikazi yami Ntliziyo yam'ikhethe wena Buhl'obunjena abuthengwa ngeGolide Uyimama lokwenyani Uyikumkanikazi yami,Sho! Ntliziyo yam'ikhethe wena Buhl'obunjena abuthengwa ngeGolide Uyimama lokwenyani, mama lamampela cwufani nabanye, awufani nabanye Yandonwabisa Mama cwufani nabanye, fani nabanye Yandonwabisa Mama cwufani nabanye, fani nabanye Yandonwabisa Mama Ine naiwe tiza kondana Tiza tiza kondana Nima kuona ukonda kuni yangana kuni, kuni yangana Mwamene ulili tiza nkala tili chabe babili, oho Kulibe muntu wina woku palana Woku, Woku palana It's not a secret I'm feeling something I've never felt before I've been ignoring the look in your eyes I think that now I know Woku palana Kuliba wina woku palana chhh ahh ahh ah ch ah ah ah ah! cwufani nabanye, awufani nabanye Yandonwabisa Mama cwufani nabanye, fani nabanye Yandonwabisa Mama cwufani nabanye, fani nabanye Yandonwabisa Mama
Sanatçı: Naimah
Türü: Belirtilmemiş
Ajans/Yapımcı: Belirtilmemiş
Şarkı Süresi:
Toplam: kayıtlı şarkı sözü
Naimah hakkında bilgi girilmemiş.

Fotoğrafı