t-sphesh nakoreo imizamo şarkı sözleri

Aah, akukho ndingayizanga Aah, akukho ndingayizamanga Ndahamb' icawe ndihamb' ixhwele Ndathufa ndachila Kodwa yohh, akukho ndingayizamanga Ndahamb' icawe ndihamb'ixhwele Ndathufa ndachila Aah, akukho ndingayizamanga Ndahamb' icawe ndihamb' ixhwele Ndathufa ndachila Kodwa yohh, akukho ndingayizamanga Ndahamb' icawe ndihamb'ixhwele Ndathufa ndachila Ndazenzel idini ngoxolo Ndakh' umkanya Ndifing' intshiya Neentshaba sidumisa Sihlabel intsholo Abanye ndizalwa nabo kunzima nobashiya Yaz ungumntu unemizwa unengcinga De uzifekisele ngokwakho awakho amadinga Ukhohlel' esingeni akanatyala ndiziyele bendingenaakukuthin ndifun onwabe loo undizele Ndithi namhla Namhla ndiv' Ilizwi Ndiv' inceba zakho somandla Malithethe nam Ilizwi Ndiphelelwa ngamandla Aah, akukho ndingayizamanga Ndahamb' icawe ndihamb' ixhwele Ndathufa ndachila Kodwa yohh, akukho ndingayizamanga Ndahamb' icawe ndihamb'ixhwele Ndathufa ndachila Umlomo liPolisa bath' umsebenzi aliwenzi I'm talking from experience andizidali Andithethi ngani Andidlali Ebusuku nam andilali I'm tryna take my life Kodwa thongo lam alivumi Sendifun' afterlife Ngilosi azivumi Ndithi namhla Namhla ndiv' Ilizwi Ndiv' inceba zakho somandla Malithethe nam Ilizwi Ndiphelelwa ngamandla Aah, akukho ndingayizamanga Ndahamb' icawe ndihamb' ixhwele Ndathufa ndachila Kodwa yohh, akukho ndingayizamanga Ndahamb' icawe ndihamb'ixhwele Ndathufa ndachila Aah, akukho ndingayizamanga Ndahamb' icawe ndihamb' ixhwele Ndithufa ndachila Kodwa yohh, akukho ndingayizamanga Ndahamb' icawe ndihamb'ixhwele Ndathufa ndachila Aah, akukho ndingayizamanga Ndahamb' icawe ndihamb' ixhwele Ndithufa ndachila Kodwa yohh, akukho ndingayizamanga Ndahamb' icawe ndihamb'ixhwele Ndathufa ndachila Aah, akukho ndingayizamanga Ndahamb' icawe ndihamb' ixhwele Ndathufa ndachila
Sanatçı: T-sphesh Nakoreo
Türü: Belirtilmemiş
Ajans/Yapımcı: Belirtilmemiş
Şarkı Süresi: 4:04
Toplam: 17 kayıtlı şarkı sözü
T-sphesh Nakoreo hakkında bilgi girilmemiş.

Fotoğrafı