t-sphesh nakoreo umama şarkı sözleri

Xelel' umama ndiyamthand' umama Mama, mama ne family yam Sendinobom' obunjena Xelel' umama ndiyamthand' umama Mama, mama ne family yam Sendinobom' obunjena Xelel' umama ndiyamthand' umama Ndonwabile, ndikhulile ndiyindoda Ngumthubi neenembe ndatya ndombatha Yaz ndiphumelele mama Ndizohlala ndikuthanda Thando kwakho lundenza ndivuye Sendikeude nekhaya mandivuye Ndizive ndikhumbula abazali bam Xelel' umama ndiyamthand' umama Mama, mama ne family yam Sendinobom' obunjena Xelel' umama ndiyamthand' umama Mama, mama ne family yam Sendinobom' obunjena Xelel' umama ndiyamthand' umama Akukho lomana apha, eish umama Yangath kuthethwa nge soup ndancinda Ndithetha ngamava jong' Ndodiliz' iindonga ndiqhekez' iqong' Asoze ndibe grand Kuthethwe kabuhlungu ngomama This is a grind lomculo ndizamel ikhaya lomama Lengoma indishukumis' ukucinga Gcina lomama ndisamdinga Ndizobaphathel' injabulo Mama konyaka wempumelelo Nguwo, nguwo Nguwo, nguwo Ngowo, nguwo Xelel' umama ndiyamthand' umama Mama, mama ne family yam Sendinobom' obunjena Xelel' umama ndiyamthand' umama Mama, mama ne family yam Sendinobom' obunjena Xelel' umama ndiyamthand' umama Xelel' umama ndiyamthand' umama Mama, mama ne family yam Sendinobom' obunjena Xelel' umama ndiyamthand' umama Mama, mama ne family yam Sendinobom' obunjena Xelel' umama ndiyamthand' umama Mama, mama ne family yam Sendinobom' obunjena Xelel' umama ndiyamthand' umama
Sanatçı: T-sphesh Nakoreo
Türü: Belirtilmemiş
Ajans/Yapımcı: Belirtilmemiş
Şarkı Süresi: 3:30
Toplam: 17 kayıtlı şarkı sözü
T-sphesh Nakoreo hakkında bilgi girilmemiş.

Fotoğrafı