ta eish bathetha kakhulu şarkı sözleri
Badume ngok'hleba
Bathetha kakhulu
Bonga uthixo si blessed
Siyagula ndiyagula
Ndihleli no achoose
NgesiZulu ndiyimbuzi
Ayo sauce le ngumhluzi
Banxaniwe nantsi ijuice
Badume ngok'hleba
Bathetha kakhulu
Bonga uthixo si blessed
Siyagula ndiyagula
Ndihleli no achoose
NgesiZulu ndiyimbuzi
Ayo sauce le ngumhluzi
Banxaniwe nantsi ijuice
Umkhence ujika majika
Kodwa ndigqale ngomhlaba
Yazi emqolo bayahlaba
Xa uya phambili bazoktsala
Bazoringwa yikarma
Idrip initsi awukwazi noyikhuma
Funa undohlula yincame
After tears bazokhala
Qhubeka usebenze bazok'doubta
Noba uyabathanda bazok'zonda
Way too sharp yeah ndiyiboza
Legend lebo mathosa
Tshaya irappers ndiyafoza
Uba uthetha ngemali ndikhona
Mazwi ngathi ndiyazoba
Fully black jengo Donda
Badume ngok'hleba
Bathetha kakhulu
Bonga uthixo si blessed
Siyagula ndiyagula
Ndihleli no achoose
NgesiZulu ndiyimbuzi
Ayo sauce le ngumhluzi
Banxaniwe nantsi ijuice
Badume ngok'hleba
Bathetha kakhulu
Bonga uthixo si blessed
Siyagula ndiyagula
Ndihleli no achoose
NgesiZulu ndiyimbuzi
Ayo sauce le ngumhluzi
Banxaniwe nantsi ijuice
Bonke abantwana bam
Bafana njenge shumi
I come a long way
From the days they called me Hlumi
I need me a Phongolo
Maynani ndidinga uThuli
Like woah ooo ooo
Phongolo ndiding' uThuli
Like woah ooo eish
Xa nditufa
Akhekho ozondiyisa
Been the shit
So you know ndzobanyisa
100cm ndidinga imeter
Suka endleleni okanye ndizok'gila
I don't feel em baxine iFila
Umtanakho uyandifuna uyalila
Badume ngok'hleba
Bathetha kakhulu
Bonga uthixo si blessed
Siyagula ndiyagula
Ndihleli no achoose
NgesiZulu ndiyimbuzi
Ayo sauce le ngumhluzi
Banxaniwe nantsi ijuice
Badume ngok'hleba
Bathetha kakhulu
Bonga uthixo si blessed
Siyagula ndiyagula
Ndihleli no achoose
NgesiZulu ndiyimbuzi
Ayo sauce le ngumhluzi
Banxaniwe nantsi ijuice

